Lyrics

Bekukudala ngoko useneminqweno Khawude uwele ibhulorho uze nganeno Bekukudala ngoko usenazinjongo Khawude uwele ibhulorho, uze nguyenaneno Sasikhule sonke Sphupha emazulwini Scakamel'ilanga (scakamela'ilanga) Yiza ndikhumbuze Ubomi abumanga Asoze abekho ofana nawe Ofana nawe, soze abekho Asoze abekho ofana nawe Ofana nawe, soze abekho Vul'amehlo ujonge Noba aklulanga Ntaka zivukile Ubomi abumanga Izakhono zakho, neziphiwo zakho Azikuphelelanga Ubomi abumanga Sizokukhanyisela, ibemhlophe indlela Lizophum'ilanga (lizophum'ilanga) Yiza ndikukhumbuze Ubomi abumanga Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga) Ofana nawe, soze abekho Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga) Ofana nawe, soze abekho Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga) Ofana nawe, soze abekho Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga) Ofana nawe, soze abekho
Writer(s): Asanda Msaki Mvana, Sanele Sithole Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out