Listen to Intliziyo by Nathi

Intliziyo

Nathi

Neo-Soul

Lyrics

Wuuuu wu wu wuuu Kukhwi ndawo intliziyo Wayenz'uthixo yafihlakala Kukhwi ndawo intliziyo Wayenz'uthixo yafihlakala Angekuzazi ingcinga zomntu Nendlela zakhe zaziwa nguye Angekuzazi ingcinga zomntu Nendlela zakhe ahamba ngazo Kanti, zisetshe wena ukwakho Uhamba kanjani Kanti, zisetshe wena ukwakho Uhamba kanjani Undihlambe intliziyo Ndingekalali kobubuthongo Undihlambe ezonweni Ndingekalali kobubuthongo Angekuzazi ingcinga zomntu Nendlela zakhe zaziwa nguye Angekuzazi ingcinga zomntu Nendlela zakhe ahamba ngazo Kanti zisetshe wena ukwakho Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena ukwakho Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena ukwakho Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena ukwakho Uhamba kanjani Ingakwenza uzibuzi imibuzo engaphendulekiyo Ingakwenza ungalali ebusuku Ingakufaka ezintweni Intliziyo yakho Ingakufaka ezintweni Intliziyo yakho Kanti zisetshe wena ukwakho Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena ukwakho Uhamba kanjani Lent'uyenzayo sejele wena ukwakho Noba wenzani uzenzela wena Lent'uyenzayo zisetshe ngokwakho Noba wenzani uzenzela wena Kanti zisetshe wena ngokwakho Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena ngokwakho Uhamba kanjani Kukhwi ndawo intliziyo Wayenz'uthixo yafihlakala Kukhwi ndawo intliziyo Wayenz'uthixo yafihlakala
Writer(s): Bongani Mahlaole, Nkosinathi Mankayi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out