Lyrics

Ndithe ndiphuma ekhaya Ndikhaph'inkome zakuthi Ziye emlanjeni Njengesqhelo Intombi zehla zenyuka Zona ziyotheza Ziyotheza Zehla zenyuka Zinyamezele iqabaka Ndithe ndakuyibona lenzwakazi Kwa qaqamb'inhliziyo Ndithe ndakuyi bona lenzwakazi Kwaxeg'amadolo Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle bakhe Intliziyo yam ibuhlungu Xandibona yena encuma njalo Intliziyo yam ibuhlungu Ngokabani na Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Bundenza ndibeWrongo ngendl'emnandi Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Buyandiqhiba mh Buyandichaza Isizathu ndas'bona n'kahphana nenkomo nje rhoqo Ngathi ebeyazi lemini iyeza nangomso Nd'e ndifumane intombi endenza n'zive ndiphelele nzulu emizweni Yami Xa ndinganqoba uloyiko Ndinqale nqo phayana kuye Ngoba ngaphandle kwalenzwakazi iyo oh Akuno'fana hayi akuno'fana Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle bakhe Nd'zohlala ndikuthanda mna Nd'zohlala ndicinga ngawe Nd'zohlala ndizifela ngawe Nd'zohlala ndikuthanda mna Nd'zohlala ndicinga ngawe Nd'zohlala ndizifela ngawe Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle bakhe Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle bakhe Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh Ubuhle bakhe Ubuhle balenzwakazi iyo oh
Writer(s): Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole, Ngcali Nundu, Lihle Baleni, Sihle Mdaka Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out