Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
047
Performer
Lihle
Lihle
Lead Vocals
Sihle
Sihle
Lead Vocals
Ngcali
Ngcali
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
047
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Sipho Nyathela
Sipho Nyathela
Producer

Lyrics

Mama ndiyakhala Kwaye ndi ndedwa Ndicela ubambe ngesandla And tell me I will be alright Tata ndiyoikha Kwaye ndiyacela Cela undibonise indlela ×2 Haibo kunzima! Kubuhlungu bo! Ayaphela amadla ami Ndiyak'dinga Ndiyak'dinga yo Ndiyak'dinga Ndiyakhala Ndiyak'cela Sabelani bantu abadala (Ndiyadika) Ndiyak'dinga Ndiyakhala Ndiyak'cela Sabelani bantu abadala oh Ndiyak'dinga MaDlamini Ntombi enothando Intsikelelo Nam ndisidika Sabela bawu My mom must be praying for me Ngoba ndiyak'dinga Ndiyak'dinga oooh Ndiyak'dinga Ndiyakhala Ndiyak'cela Sabelani bantu abadala oh Ndiyak'dinga Ndiyak'dinga Ndiyakhala Ndiyak'cela Sabelani bantu abadala oh Ndiyak'dinga Ndicela kuthathwe ubumnyama kuvele ukukhanya ukuba bubomi bunzima Sengiphelelwa ngamandla Ndiguqa ngedolo kuni (Bantu abadala) Kuthathwe ubumnyama kuvele ukukhanya ukuba bubomi bunzima Sengiphelelwa ngamandla Ndiguqa ngedolo kuni Bantu abadala Ndiyak'dinga Ndiyakhala Ndiyak'cela (Ndincedeni) Sabelani bantu abadala oh Ndiyak'dinga Ndiyak'dinga Ndiyakhala Ndiyak'cela Sabelani bantu abadala oh Ndiyak'dinga Ndiyak'dinga Ndiyakhala Ndiyak'cela (Sabelani) Sabelani bantu abadala oh Ndiyak'dinga Ndiyak'dinga Ndiyakhala Ndiyak'cela Sabelani bantu abadala oh Ndiyak'dinga. (The End)
Writer(s): Sinethemba Dana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out