Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
Zahara
Zahara
Vocals
Mjakes
Mjakes
Keyboards
Devine Mitchell
Devine Mitchell
Guitar
COMPOSITION & LYRICS
Mojalefa Thebe
Mojalefa Thebe
Composer
Bulelwa Mkutukana
Bulelwa Mkutukana
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Mjakes
Mjakes
Producer
Rogan Kelsey
Rogan Kelsey
Mastering Engineer

Lyrics

Okwayizolo ngokwayizolo Silapha ngoko Okwayizolo ngokwayizolo ndilapha ngoku Qhaqha ntliziyo Kukhona amagqubu Kungqungquthelwene ngentliziyo yam Ndigqithe ndagqiba Ndaqala ndaqoma Sixabinile izolo mhh Ndinengxubakaxa Ndixakane nesi sixakamlomo Ndifunyenwe we Intliziyo yam ixakene nam Sixabinile izolo hoyoyoyo Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo ngoku ndixolile Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo ngoku ndixolile Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele Umoya wam awuvumi Ndibamba amagqubu Uyinsikelelo kum kaloko hmmm Ungusakhe sakhe ke Masibambane ingomso lelethu Bedinengxubakaxa Ndixakane nesi sixakamlomo Ndifunyenwe we Intliziyo yam ixakene nam Akukho kuba ndixakeke ngawe Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo ngoku ndixolile Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo ngoku ndixolile Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo ngoku ndixolile Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo ngoku ndixolile Sixabinile izolo sixabinile izolo Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Writer(s): Bulelwa Mkutukana, Mojalefa Thebe Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out