Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
Joyous Celebration
Joyous Celebration
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Nobathembu Mabeka
Nobathembu Mabeka
Composer
Siyanqoba Mthethwa
Siyanqoba Mthethwa
Composer

Lyrics

Baleka baleka Baleka baleka (Baleka ngenyawo zombini) Ndithi baleka baleka Baleka baleka (Baleka ngenyawo zombini) Ezinye izinto azifuni dolo Azifuni ngxoxo, baleka qha (Baleka ngenyawo zombini) Baleka baleka (baleka baleka) (Baleka baleka baleka baleka) (Baleka baleka ngenyawo zombini) Mzalwane baleka (baleka baleka baleka) (Baleka baleka baleka) (Baleka ngenyawo zombini) Ekuhlaleni uhlezi njalo Uxox' ulwini kodw' ungumzalwane (Baleka ngenyawo zombini) Ufunani kwiimbutho zabangxeki ungumzalwane Udutsal' indlebe bo (Baleka ngenyawo zombini) Baleka baleka baleka (baleka) (Baleka baleka baleka baleka) (Baleka baleka baleka ngenyawo zombini) Qha eskolweni kuno shugar daddy okwenzela everything (Baleka ngenyawo zombini) Khandixelele kusizani uzuz' ilizwe nezinto zalo Ushiywe nguJehova (Baleka ngenyawo zombini) Baleka baleka baleka baleka (Baleka baleka baleka baleka) (Baleka baleka baleka) (Balekangenyawo zombini) Bazalwane ezinye izinto azifuni dolo Azifuni ngxoko baleka qha (Baleka ngenyawo zombini) Mhlolokazi kukho lotata ufika njalo endlini yakho (Baleka ngenyawo zombini) Ukhalazela umkakhe olixelegu ongaphekiyo omtshawuta njalo (Baleka ngenyawo zombini) Kutheni esiza kuwe? (Baleka baleka baleka baleka) (Baleka baleka baleka) (Baleka ngenyawo zombini) Ungavumi ngevangeli (Baleka baleka baleka) (Baleka baleka baleka) (Baleka baeka ngenyawo zombini) Weh brother kukho lo sister ufowuna njalo ngo 2 am (Baleka ngenyawo zombini) Namhlanje ubeka le ngomso athethe le Ngo 2 am? Hay'bo mzalwane (Baleka ngenyawo zombini) Baleka baleka baleka baleka (Baleka baleka baleka baleka) (Baleka baleka ngenyawo zombini) Baleka baleka baleka baleka (Baleka baleka baleka baleka) (Baleka baleka baleka ngenyawo zombini) Bazalwane masizigade Singayiphoxi ivangeli (Baleka ngenyawo zombini) Bazalwane masizigade Singayiphoxi ivangeli (Baleka ngenyawo zombini) Baleka baleka (baleka baleka) (Baleka baleka baleka baleka) (Baleka baleka ngenyawo zombini) Baleka baleka baleka baleka (Baleka baleka baleka baleka) (Baleka ngenyawo zombini) (Baleka baleka baleka baleka) (Baleka ngenyawo zombini)
Writer(s): Nobathembu Mabeka Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out