Listen to Bantu Biko Street by Simphiwe Dana

Bantu Biko Street

Simphiwe Dana

Jazz

22,603 Shazams

Music Video

Simphiwe Dana - Bantu Biko Street
Watch {trackName} music video by {artistName}

Featured In

Listen to The One Love Movement on Bantu Biko Street by Simphiwe Dana
ALBUMThe One Love Movement on Bantu Biko StreetSimphiwe Dana
Listen to Simphiwe Dana Essentials featuring Simphiwe Dana
PLAYLISTSimphiwe Dana EssentialsApple Music African
Listen to Brenda Mtambo: 30 Years Of Freedom featuring Simphiwe Dana
PLAYLISTBrenda Mtambo: 30 Years Of FreedomApple Music African

Credits

PERFORMING ARTISTS
Simphiwe Dana
Simphiwe Dana
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Simphiwe Dana
Simphiwe Dana
Songwriter

Lyrics

Noba esisipaji Singenayw' imali Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street Wathi qala ngaphakathi Noba esisiqhova Singenasidima Ndosithwala dade Andinakuxelelwa Ngugi wandifundisa (R E P E A T) Noba esisipaji Singenayw' imali Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street Wathi qala ngaphakathi Noba esisiqhova Singenasidima Ndosithwala dade Andinakuxelelwa Ngugi wandifundisa Andinayw' imali Yokuthenga zonke (Ezazizezam azikhw' eZazulwana) Kodwa ndakuthusa Xa kuthiwa makuyiwe (Kudala ndiw' gangatha kuphil' akuthengwa) Akuthengwa (Kuphil' akuthengwa) Yintoni leyo (Kuphil' akuthengwa) Khuza wena Asinakuyazi, hayi isimanga Nawe Mongameli Xa ubon' abantu bakho (Unqandwa yintoni ungaphilis' isizwe) Wena Mongameli Fundis' abantwana bethu (Nants' intw' esay' lwela ungathi ulibele) Sihamba nzima (Sihamba nzima) Siyazama (Sihamba nzima) Khuza wena (Ngathi sowubon' indifanele le ndawo) Noba esisipaji Singenayw' imali Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street Wathi qala ngaphakathi Noba esisiqhova Singenasidima Ndosithwala dade Andinakuxelelwa Ngugi wandifundisa Noba esisipaji Singenayw' imali Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street Wathi qala ngaphakathi Noba esisiqhova Singenasidima Ndosithwala dade Andinakuxelelwa Ngugi wandifundisa Sizwe esimnyama Soya njalo phambili (Soya njalo phambili xa sime sibanye) Sizwe esintsundu Ungayek' ukukhathala (Kungaba kuphelile xa ungakhathali) Wawukhona (Wawukhona) Besithathela konke (Wawukhona) Sakhal' inyembezi (Thina sobabini sivela eGolgotha) Emaphupheni nasezitoyitoyini (Singa singahlala siyikhangela ihambo) Ezingcingeni nasezinkonzweni (Siyakuzinceda siyikhangele ihambo) Hamba njalo (Hamba njalo) Sukoyika (Hamba njalo) Ngoba kufanele Zincede khawuleza lingekatshon' ilanga Noba esisipaji Singenayw' imali Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street Wathi qala ngaphakathi Noba esisiqhova Singenasidima Ndosithwala dade Andinakuxelelwa Ngugi wandifundisa Noba esisipaji Singenayw' imali Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street Wathi qala ngaphakathi Noba esisiqhova Singenasidima Ndosithwala dade Andinakuxelelwa Ngugi wandifundisa
Writer(s): Sinethemba Dana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out