Lyrics

Mina ndikhululilwe ematyathangeni ebend'botshwe ngawo Yini le Yinkululeko nale ndiy'vayo Mina ndikhululilwe ematyathangeni ebend'botshwe ngawo Yini le Yinkululeko nale ndiy'vayo Awe mama, lifikile ixesha lam Lamaphiko enzelwe uku'ndiza sani Awu thula mama, aw'thula mama Lifikile ixesha lam Lamaphiko enzelwe uku'ndiza sani Awu thula mama, aw'thula mama Ndikhululiwe, ndikhululiwe Ndikhululiwe, ndikhululiwe Ndikhululiwe, ndikhululiwe Ndikhululiwe, ndikhululiwe
Writer(s): Sophiwa Mhlakane Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out