Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
Performer
Tiago Correia-Paulo
Tiago Correia-Paulo
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
Songwriter
Tiago Correia-Paulo
Tiago Correia-Paulo
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Rogan Kelsey
Rogan Kelsey
Mastering Engineer
Tiago Correia-Paulo
Tiago Correia-Paulo
Producer
Stephen Sedgwick for Solar Management Ltd.
Stephen Sedgwick for Solar Management Ltd.
Mixing Engineer

Lyrics

Noba bangathini thini Thina sadalelwa ukuba kunye Andi andikwazi uyicacisa Indlela endiva ngayo Kodwa noba bangathini thini Luthando lwenyani olu Makungabikho nto Eyophinde isahlule Ndincame konke ebendinako Ndakhetha ukuba nawe Ngoba xa ndihleli nawe Liyama ilizwe lami Ndibe semoyeni Ndonyuke ndifike phezulu Ewe (Ewe) Ewe (Ewe) Ndifuna (Ewe) wena uhlale (Ewe) Ewe (Ewe) Ewe (Ewe) Ungaze (Ewe) uphinde uhambe (Ewe) Uthi xa ukhala (Ndilile, Ndilile) Uthi xa ukhala Uthi xa ukhala Kukhala mna Intlungu yakho yonke Ndiyiva ngaphakathi Uthi xa uvuya Ndivuye nam Mna ndilapho Aph' ukhoyo Zingaphi imini Sihleli sobabini Sithembisan' ukuba Izinto zokulunga Namhlanje nd'fun' uyazi Lo min' ideyafika Thand' uthanda wena Thand' uthandwa nguwe Hlala nami kuze Kube ngunaphakade Hlala nami kude Kube ngunaphakade Ndijonge ngamehlo Ngamehlo akho Amahle Ndifuna ukuba nawe Nawe, nawe, nawe Ndifuna ukuba nawe Nawe, nawe, nawe That's it A little bit better, I thought Can I do another one?
Writer(s): Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia-paulo Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out