Lyrics

Ndikhumbula ndizibuz'uba Ndenzani nawe Kungekho mpendulo Ndizibona ndisihla ndinyuka Kungekho kwa ndlela Ndikhumbula abantakwethu bendiyala "Akukho kwa mntw'apho!" Wena wandisebezela Wathi ze ndilinde Ndikhumbula ndizibuz'uba Ndenzani nawe Kungekho mpendulo Ndizibona ndisihla ndinyuka Kungekho kwa ndlela Ndikhumbula abantakwethu bendiyala "Akukho kwa mntw'apho!" Wena wandisebezela Wathi ze ndilinde Uthe uzobuya (Uthe uzobuya, buya ndikulindile) Buya ndik'lindile Uthe uzobuya (Uthe uzobuya, buya ndikulindile) Buya, ndik'lindile Uthe uzobuya (Uthe uzobuya, buya ndikulindile) Buya ndik'lindile Uthe uzobuya (Uthe uzobuya, buya ndikulindile) Buya ndikulindile Ndihleli nje ndicingana nawe Ndithi wayaphi na? Iinyanga noonyaka bahamba Kant'utshon'ephi na? Ndibhale, ndabhala, ndabhala Phendula bo! Kunin'ithemba lam likuwe Khawd'uphendule! Ndihleli nje ndicingana nawe Ndithi wayaphi na? Iinyanga noonyaka bahamba Kant'utshon'ephi na? Ndibhale, ndabhala, ndabhala Phendula bo! Kunin'ithemba lam likuwe Khawd'uphendule! Uthe uzobuya (Uthe uzobuya, buya ndikulindile) Buya ndikulindile Uthe uzobuya (Uthe uzobuya, buya ndikulindile) Buya, ndik'lindile Uthe uzobuya wena (Uthe uzobuya, buya ndikulindile) Buya ndik'lindile Uthe uzobuya (Uthe uzobuya, buya ndikulindile) Buya ndikulindile (TURNAROUND) Ndikulindile (Ewe ndik'lindile) Woah ho wo Ndikulindile (Ewe ndik'lindile) Wo oh yeah, wo oh ndilinde wena (Ewe ndik'lindile) Buya, buya, buya, yeah (Ewe ndik'lindile) Oh oh oh Na na oh yeah he yeah Ndikulindile buya Ndikulindile buya Yi hi yeah Ndikulindile Buya
Writer(s): Sinazo Mdango Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out