Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
The Soil
The Soil
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Ntsika Fana Ngxanga
Ntsika Fana Ngxanga
Composer
Luphindo Ngxanga
Luphindo Ngxanga
Composer
Samkelo Leletu Mdolomba
Samkelo Leletu Mdolomba
Composer

Lyrics

(Nazi inkomo ebuhlanti) (Kuvume nabaphansi) (Besithi eyi sani) (Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int' irighti) (Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni) (Nazi inkomo ebuhlanti) (Kuvume nabaphansi) (Besithi eyi sani) (Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int' irighti) (Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni)(sho) Ey ey ndathi ndisahleli phantsi komthi yadlula yone leyontokazi Ndiyaqonda ibiyokha amanzi phaya ezantsi emlanjeni Ndaphakama mna ndayilandela ngengo clever wase Rhawutini Ndasondela sthandwa sam ndicela ukuhamba nawe Elothutyana ndivumele ndithethe nawe Ndiyi Ntsiki yekhaya ikhaya lakwa Ngxanga Ndiyi nkosi ndikwenze inkosazana yam bamb' isandlasam s'thandwa sami Uzakuba ngumama wabantwana bam Ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda Engaka ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho Bahlale phantsi bobabini baxoxisane (Nazi inkomo ebuhlanti) (Kuvume nabaphansi) (Besithi eyi sani) (Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int' irighti) (Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni) Samza ndiyoyika (hayi ayikho int'enjalo) Ndoyika umama no tata (hhayiko int'enjalo) Umama uzakundi krwitsha utata uzakundibetha athi ndiya jola (hhayiko int'enjalo) Ntsika ndiyoyika umama uzakundibetha (hhayiko int'enjalo) Utata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola Hayi andikaze mna ndiyibone hhay intombazane entle nje ngaye Please ntombazane uzundimamele nditheth' inyan' sthandwa undi charmile Endithi ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe mna nawe baby sesitshatile Please ntombazane uzundikholelwe ndithethi inyani sthandwa ndikuthandile (Nazi inkomo ebuhlanti) (Kuvume nabaphansi) (Besithi eyi sani) (Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int' irighti) (Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni) (Nazi inkomo ebuhlanti) (Kuvume nabaphansi) (Besithi eyi sani) (Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int' irighti) (Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni ey ey)
Writer(s): Samkelo Lelethu Mdolomba Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out