Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
Thandiswa
Thandiswa
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Thandiswa
Thandiswa
Songwriter

Lyrics

Unje ngengoma Engishay' ubusuku bonke Ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho Unje ngengoma wena Engishay' ubusuku bonke Ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho Yhe weeena uyingoma Wen'uyingoma, wen'uyingoma Wen'uyingoma, wen'uyingoma wee (Ngoma we, ngoma we, ngoma we) Nto zalomhlaba andizikhathalelanga Ukuth'ubani, uthini andinamsebenzi Oh! Ndiyamthand' ubaby Unje ngengoma yena Engishay' ubusuku bonke Ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho Yhe wena, uyingoma wena, Wen'uyingoma, wen'uyingoma Wen'uyingoma, wen'uyingoma wee (Ngoma we, ngoma we, ngoma we) Oh sweety wena uyingoma kum, Any time of the day Any day of the week Any day of the year Oh! Uyadlisa baby Uyingoma wena Eng'shay'ubusuku booooonke Ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho Yhe wena, uyingoma wena, Wen'uyingoma, wen'uyingoma Wen'uyingoma, wen'uyingoma wee (Ngoma we, ngoma we, ngoma we) Ohhuhuhuuuu La la la la Wu wu wu wuu You are music sthandwa sam to me A relentless song engandiniki buthongo Ingoma endiyithanda nanini na Ngoma wena wangena kum Wenza umziba wam ikhaya lakho Watsho kum ngaphakathi, mhhhh Oh ngomandini wandiphatha ndaguquka Soze ndiphinde ndiyive into enje ngalena Oh sthandwa sam! Uyingoma wena, ngoma wena Ingoma ephil'apha kum emzimbeni Ingom' emnandi, ingom' engadikiyo Ingom' emangadikiyo Yhe wena, uyingoma wena, Wen'uyingoma, wen'uyingoma Wen'uyingoma, wen'uyingoma wee (Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
Writer(s): Thandiswa Mazwai Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out