Lyrics

Azange ndayibon' inkwenkwezi ekhanya njengawe Azange ndayibon' inkwenkwezi Azange ndayibon' indoda egroova njengawe Azange ndayibon' indoda Azange ndayibon' inkwenkwezi ekhanya njengawe Azange ndayibon' inkwenkwezi Azange ndayibon' indoda egroova njengawe Azange ndayibon' indoda Azang' yashaya so intliziyo yam xan' ushaya so! Iyo! Azange ndayibon' indoda egroova njengawe Azange ndayibon' indoda Chorus I love you baby though you drive me crazy Won't you be my baby tonight? I love you honey though you want my money Won't you be my bonny tonight? Apha nangapha kukhalwa ngaye Apha nangapha Apha nangapha kugroovwa ngaye Apha nangapha Repeat Chorus Wadidiyela unonkala ngasemlanjeni Repeat Chorus till fade
Writer(s): Neil John Francis Hawks, Peter Cohen, Julio Sigauque, Simon Attwell, Kyla-rose Smith, Aron Turest-zwartz, Zolani Mahola Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out