Video musical

Incluido en

Créditos

COMPOSITION & LYRICS
Dumza Maswana
Dumza Maswana
Songwriter
Luyanda Madope
Luyanda Madope
Songwriter

Letra

Ndikonile ndiyavuma Ndibonile iziphoso zam Kuko konke ndiyavuma Ndibonile amatyala am Amaxesh'amaninzi Andiqondanga Ndiyophule intliziyo yakho Izithembiso zam Zimi njalo Ndizokuthanda Ngonaphakade Andifun'ukuba ndedwa Ndifun'uhlala nawe Andifun'ukuba ndedwa Ndifun'uhlala nawe Andiqali ukukuphoxa Ukukuphoxa Ndiyazisola Ndicel'undixolele Ndixolele sthandwa sam Andigqibelisi Naw'uyayazi Uyayazi Uyayazi Xola sthandwa yiz'ekhaya Andifuni Andifun'ukuba ndedwa Ndifun'uhlala nawe Ndifun'uhlala nawe Ndifun'uhlala nawe Andifun'ukuba ndedwa Yizekhaya yizekhaya yizekhaya Andifun'ukuba ndedwa Andifun'ukuba ndedwa Yizekhaya Buyelekhaya Ndifun'uhlala nawe Andifun'ukuba ndedwa Ndifun'uhlala nawe Ndifun'uhlala nawe Yizekhaya, yizekhaya Andifun'ukuba ndedwa Ndifun'uhlala nawe Yizekhaya yizekhaya Akukho konwaba Xa ungekho Yizekhaya Ndifunukuhlala nawe Kuyabanda Ekhaya xa ungekho Yizekhaya yizekhaya Andifun'ukuba ndedwa Ndifun'uhlala nawe Ndifun'uhlala nawe
Writer(s): Dumisani Maswana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out