Letra

Bandivus'ekuseni Bandixelel'indaba Ukuba wena Akusandifuni Andikholelwa tu Ngob'ixesha lam Ndalichitha nawe Sendigugile Ndiphelile Ndiphelelwe ngamandla Ndizothini na Heee hehake Ntliziyo yam ibuhlungu Yini yini na Heee hehake Akunalusizi na Eeehe heehe Nguwe lo na Ingaba nguwe lo na Yini na Nguwe na Nguwe lo na Ingaba nguwe lo na Kuthen'udlala ngam wena Babetshilo abazali Bathi akundifanelanga Kodwa ndaqhubeka ndafunga Ndathi mna nawe Sokwahlulwa kukufa Ndililel'ixesha lam Ndikhalel'isikhathi sam Oh uzenzile akakhalelwa Ndililel'ixesha lam Ndikhalel'isikhathi sam Oh uzenzile akakhalelwa Heee hehake Ntliziyo yam ibuhlungu Yini yini na Heee hehake Akunalusizi na Nguwe lo na Ingaba nguwe lo na Ebendimthanda kangaka Nguwe na Ingaba nguwe na Nguwe lo na Ingaba nguwe lo na Kuthen'udlala ngam wena Nguwe lo na Ingaba nguwe lo na Ebendimthanda kangaka Nguwe na Ingaba nguwe lo na Nguwe lo na Ingaba nguwe lo na Kuthen'udlala ngam wena Bendizixelele Nguwe lo na Sizofa silahlane Ingaba nguwe lo na Yini na yini na Nguwe na Bendinethemba Sizofa silahlane Yintoni na udlala ngam Bendikuthanda Bendikuthanda kangaka Wadlala ngam Eh wadlala ngam Bendikuthanda Wadlala ngam Yintoni na na Yintoni na Kubuhlungu Ukushiywa
Writer(s): Dumisani Maswana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out