뮤직 비디오

Nathi - Noba Ngumama [with Lyrics]
{artistName}의 {trackName} 뮤직 비디오 보기

제공

크레딧

실연 아티스트
Nkosinathi Mankayi
Nkosinathi Mankayi
리드 보컬
작곡 및 작사
Nathi
Nathi
작곡가
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
송라이터
Ntandokayise Bangani
Ntandokayise Bangani
송라이터
Nkosinathi Mankayi
Nkosinathi Mankayi
송라이터
Gama Mathonsi
Gama Mathonsi
편곡가
프로덕션 및 엔지니어링
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
프로듀서
Gavin
Gavin
추가 엔지니어

가사

Mna ndizondwa ngabantu Ndizondwa ngumakhelwane Andazi ba ndenzeni na kumakhelwane heyi Mna ndizondwa ngabantu Ndizondwa ngumakhelwane Andazi ba ndenzeni na kumakhelwane Khanibizeni noba ngumama Azondikhulula ndisemzini wengxoxa Khanibizeni noba ngumama Azondikhulula ndisemzini wengxoxa Bayandityhola ababantu mna Bathi ndiqhekezile Emzini wengxoxa Bayandityhola ababantu mna Bathi ndiqhekezile Emzini wengxoxa Khanibizeni noba ngumama Azondikhulula ndisemzini wengxoxa Khanibizeni noba ngumama ha Azondikhulula ndisemzini wengxoxa Ndike ndabiza ngamagama wonke Ndabizwa nangebhantinti Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu Ndabizwa ngoguluva Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu Khanibizeni noba ngumama ha Azondikhulula ndisemzini wengxoxa Khanibizeni noba ngumama ha Azondikhulula ndisemzini wengxoxa Khanibizeni noba ngumama ha Azondikhulula ndisemzini wengxoxa Khanibizeni noba ngumama ha Azondikhulula ndisemzini wengxoxa Mna ndizondwa ngabantu Ndizondwa ngumakhelwane Andazi kuba ndenzeni na kumakhelwane
Writer(s): Bongani Mahlaole, Nkosinathi Mankayi, Amanda Mankayi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out