뮤직 비디오

Imibuzo
{artistName}의 {trackName} 뮤직 비디오 보기

제공

크레딧

실연 아티스트
Nkosinathi Mankayi
Nkosinathi Mankayi
리드 보컬
작곡 및 작사
Nathi
Nathi
작곡가
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
송라이터
Ntandokayise Bangani
Ntandokayise Bangani
송라이터
Nkosinathi Mankayi
Nkosinathi Mankayi
송라이터
Gama Mathonsi
Gama Mathonsi
편곡가
프로덕션 및 엔지니어링
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
프로듀서

가사

Uyenza buhlungu intliziyo yam Undenza ndizi buze imibuzo Ngelinye ixesha s'thandwa sam Kuba ngathi aluboni uthando lwam Ngelinye ixesha s'thandwa sam Ndibangazama awuboni umzamo wam Kodwa xa ndingekho phambi kwakho uyayazi kubanjani nah Kuba xa ungekho phambi kwam ndiyayazi kunjani kum Uyenza buhlungu intliziyo yam Undenza ndizi buze imibuzo Uyenza buhlungu intliziyo yam Undenza ndingalali ebusuku Usakhumbula uba kukho izithembiso Esazenzayo phambi komfundisi nabantu Kuba wawuthe uzakuba nam noba kunjani ebuhleni nasebubini Ndiyamangala xa izabanguwe lo ufunuhamba ufunu thathi zinto zakho ugoduke Ndiyamangala xa izabanguwe lo ufunu goduka ngenxa yokuba ndingena mali Uyenza buhlungu intliziyo yam Undenza ndizi buze imibuzo Uyenza buhlungu intliziyo yam Undenza ndingalali ebusuku Yeyani yeyani le mibuzo ndinayo ngawee Yeyani yeyani na kutheni ndizi buza lemibuzo Uyenza buhlungu intliziyo yam Undenza ndizi buze imibuzo Uyenza buhlungu intliziyo yam Undenza ndingalali ebusuku
Writer(s): Bongani Mahlaole, Nkosinathi Mankayi, Amanda Mankayi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out