album cover
Somandla
12,578
Afro-Pop
Somandla was released on October 29, 2018 by Milestone Studios as a part of the album Somandla
album cover
Release DateOctober 29, 2018
LabelMilestone Studios
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM

Credits

PERFORMING ARTISTS
Mandisi Dyantyis
Mandisi Dyantyis
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Mandisi Dyantyis
Mandisi Dyantyis
Songwriter

Lyrics

Nkosi, somandla
Mdali wezulu
Thina sikhalela kuwe
Mdali womhlaba
Sophelela phi na
Xa kunjena?
Sophelela phi na?
Somandla
Nkosi, somandla
Mdali wezulu
Thina sikhalela kuwe
Mdali womhlaba
Sophelela phi na
Xa kunjena?
Sophelela phi na?
Somandla
Sophelela phi na
Xa kunjena?
Sophelela phi na?
Somandla
Nkosi somandla
Mdali wezulu
Thina sikhalela kuwe
Mdali womhlaba
Sophelela phi na
Xa kunjena?
Sophelela phi na?
Somandla
Nkosi somandla
Mdali wezulu
Thina sikhalela kuwe
Mdali womhlaba
Sophelela phi na
Xa kunjena?
Sophelela phi na?
Somandla
Thina sophelela phi na
Xa kunjena?
Sophelela phi na?
Somandla
Sophelela phi na
(Sophelela phi na)
Xa kunjena?
(Xa kunje?
Sophelela phi na?)
Xa kunjena?
(Somandla)
Phelela phi, phelela phi, phelela phi, phelela phi na?
(Sophelela phi na)
Phelela phi, phelela phi, phelela phi
(Xa kunje?
Sophelela phi na?)
Phelela phi, phelela phi, phelela phi, phelela phi
(Somandla)
Sophelela phi na?
(Sophelela phi na)
Sophelela phi, phelela phi, phelela phi, phelela phi
Phelela phi, phelela phi, phelela phi
(Xa kunje?
Sophelela phi na?)
Phelela phi, phelela phi?
Somandla
Phelela phi?
(Sophelela phi na
Xa kunje?
Sophelela phi na?
Somandla)
Sophelela phi na
Xa kunjena?
Sophelela phi na?
Somandla
Written by: Mandisi Dyantyis
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...