Lyrics

Mmm Ingathi ndiligeza (ngathi ndiligeza) Ingathi nd'yaphambana baby Wena Xa ungekho eduzekwami baby Ingathi ndishiwa zinqondo (ngathi ndishiwa zinqondo) Ingathi awundiva (awundiva baby, awundiva baby) Andizukwazi heee (ukuphila ngaphandle kwakho) Ingathi awundiva heee Andizukwazi heee Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Zapaaa zapaa paa paaa paa Zapaaa paa paaa paa paa paa paa paa Sumana ujonga ecaleni (sumana ujonga ecaleni) Ndicela undijonge emehlweni yeah Lungamadangatye uthando endinalo N'cela undibeke njengetywina 'phezu kwentliziyo yakho ohh Unditywine ngengalo yakho Ingathi awundiva heee Andinokwazi ('kuphila ngaphandle kwakho) Ingathi awundiva (awundiva baby awundiva baby) Mna andinokwazi Iyeh'he'he, sithandwa sami Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Ingathi wena, wena awundiva awundiva (nyani baby ngeze ndikwazi ukuphila ngaphandle kwakho baby) Ingathi wena (ndithetha nawe), wena awundiva awundiva baby Awundiva baby Awundiva baby Awundiva Awundiva, awundiva...
Writer(s): Ntsika Fana Ngxanga, Vusumzi Nongxa Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out