Lyrics

Ndiva bemana bendibuza besithi ngubani lo Bazolenzani igama lam Endalinikwa ekhaya mna Jonga bamana bendilandela bafun' indaba zam Bazozenzani indaba zam Ngoba mina ndinesthandwa sam Lalala lalala Lalala la lalala lalala Lalala lalala Lalala la lalala lalala Ingaske ngisoloko ndihleli nawe Ngalo lonke ilanga nobusuku bungafiki Ingaske ndisoloko ndihleli nawe Ngalo lonke ilanga nobusuku bungafiki Wo lala la lala lala Lalala lala lala Wo lala la lala lala Lalala lala lala Ngcon' ukba ndi hlupheke ndihleli nawe Kunokuba ndilibale zizinto zomzuzwana Kungcono ukba ndi hlupheke ndihleli nawe Kunokuba ndilibale zizinto zomzuzwana Kunceda ntoni ukuba ndonwabise abantu Ndi ndilahlekelwe nje luthando lwam Kunceda ntoni ukuba ndonwabise abantu Ndi ndilahlekelwe nje luthando lwam Lala la lala lala Lalala lala lala Lala la lala lala Lalala lala lala Ukumamela ukubetha kwentliziyo yakho Kuyandonelisa kubuyisa umoya wam Ukumamela ukubetha kwentliziyo yakho Kuyandonelisa kubuyisa umoya wam Uzoba ngowam ekuseni Ube ngowam nasemini Ube ngowam lide liyotshon' ilanga Uzoba ngowam ekuseni Ube ngowam nasemini Ube ngowam lide liyotshon' ilanga Wo lala la lala lala Lalala lala lala Lala la lala lala Lalala lala lala Lala la lala lala Lalala lala lala Lala la lala lala Lalala lala lala Lala la lala lala Lalala lala lala
Writer(s): Nkosinathi Innocent Maphumulo, David Debrandon Brown, Mikkel Storleer Eriksen, Tor Erik Hermansen, Usher Raymond, India Shawn Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out