album cover
Qathule
album cover
Qathule was released on November 28, 2016 by Muthaland Entertainment as a part of the album Umbulelo Wam
November 28, 2016
LabelMuthaland Entertainment
BPM193
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Music Video

Music Video

Lyrics

Ndiphupha umuntu wam elila
Ebengathi uzongibona etrongweni
Bendibotshiwe ngama chain
Uthi kakade wena uzakukhula nini
Ndithe xa ndizawuphendula
Ndavul' amehlo ndavuka ebuthongweni
Mandiguqe ndithandaze nkosi uJesu
Nkosi uzubenabo abobantu
Basebumnyameni
Ndidlulile, ndidlulile
Obubumi mna ndidlulile
Ndiwaqathulile lo ma-chain
Aqathukile, aqathukile loma-chain
Nana aqathukile loma-chain
Nana aqathakile loma-chain
Ay' aqathukile
Aqathukile, aqathukile loma-chain
Mna ndingumakade ndedwa
Kwada kwakhokha nezkhwehla zam
Kodwa yonke imihla xa ndizawulala
Andilibal' ukuthandaza
Ngoba ayikh' into yamahala kobubomi
Yonke into siyayibhadalela
Xa sibona abantu abadala, asiphozisi maseko
Sibabonise intobeko, ismilo nempilo, imbeko ayibolekwa
Ndidlulile, ndidlulile
Kobo bomi mna ndidlulile, ndidlulile
Ndiwaqhawulile lo ma-chain
Nanamhlanje aqathukile, aqathukile
Aqathukile loma-chain
Nanamhlanje aqathukile, aqathukile
Nanamhlanje aqathukile loma-chain, ama-chain
Nanamhlanje aqathukile loma-chain
Nanamhlanje aqathukile, aqathukile
Nanamhlanje aqathukile, aqathukile
Aqathukile, aqathukile
Mama, aqathukile loma-chain
Aqathukile, aqathukile
Mama, ndiwaqathulile loma-chain
Mna ndidlulile, ndidlulile
Mama, ndidlulile, ndidlulile
Aqathukile, aqathukile
Mama, ndiwaqathulile mna loma-chain
Aqathukile, aqathukile
Mama, aqathukile loma-chain
Ndiwaqathulile aqathukile
Mama, aqathukile loma-chain
Written by: Nkosinathi Mankayi
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...