album cover
Uthando Lwam
album cover
Uthando Lwam was released on November 13, 2020 by 1020 Cartel as a part of the album Uthando Lwam - EP
ReleasedNovember 13, 2020
Label1020 Cartel
LanguageEnglish
BPM140
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Lyrics

[Verse 1]
Ooh ooh
Amandla am
Ayophel'endleleni
Ukuma kwam
Kuyosala nobutsha bam
[Verse 2]
Amandla am
Ayophel'endleleni
Ubuhle bam
Buyosala nobutsha bam
[Verse 3]
Uthando lwam
Londifikisa kuwe
Uthando lwam
Londifikisa kuwe
[Verse 4]
Uthando lwam
Londifikisa kuwe
Uthando lwam
Londifikisa kuwe
[Verse 5]
Intliziyo yam
Izothathwa zizifo
Iinyawo zam
Azinomelana nameva
Ukuma kwam
Kuzotshintsha neminyaka
Ilanga
Lizokhanyisa iindlela zam
[Verse 6]
Uthando lwam
Londifikisa kuwe
Uthando lwam
Londifikisa kuwe
Uthando lwam
Londigcina kuwe
Uthando lwam
Londifikisa kuwe
Ooh ooh
Written by: Lebohang Max Mosala, Lesole Paulus Matlabe, Lindokuhle Magade, Mfanafuthu Ruff Nkosi, Yolanda Nyambezi
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...