album cover
Indlela
1,630
Music
Indlela was released on July 27, 2018 by Gallo Record Company as a part of the album Iphupha Labantu
album cover
Release DateJuly 27, 2018
LabelGallo Record Company
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM100

Credits

PERFORMING ARTISTS
Nathi Mankayi
Nathi Mankayi
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Nathi Mankayi
Nathi Mankayi
Songwriter

Lyrics

[Intro]
Ububuyaz'indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoz'uphinde ubuy'udlalisa ngam
Ububuyaz'indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoz'uphind'uvume ukdlalisa ngam
[Verse 1]
Ndiyabon'awuyazi indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoz'uphinde uvum'ukdlalisa ngam
Ndiyabon'awuyazi indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoz'uphinde uvum'ukdlalisa ngam
[Verse 2]
Ndibon'isindlela ke
Indlela ofun'ukuthandandwa ngayo
Ndibon'isindlela ke
Indlela ofun'ukuthandandwa ngayo
[Verse 3]
Ndiyabon'akayazi indlela
Indlel'ofunukuthandwa nyayo
Ndiyabon'awuyazi indlela
Indlel'ofunukuthandwa nyayo
[Verse 4]
Ububuyaz'indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoz'uphinde ubuy'udlalisa ngam
Ububuyaz'indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoz'uphind'uvume ukdlalisa ngam
[Verse 5]
Ndiyabon'awuyazi indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoz'uphinde uvum'ukdlalisa ngam
Ndiyabon'awuyazi indlela endikuthanda ngayo
Ubungasoz'uphinde uvum'ukdlalisa ngam
[Verse 6]
Ndibon'isindlela ke
Indlela ofun'ukuthandandwa ngayo
Ndibon'isindlela ke
Indlela ofun'ukuthandandwa ngayo
[Verse 7]
Hayi ndiyabon'akayazi indlela
Indlel'ofunukuthandwa nyayo
Hayi ndiyabon'awuyazi indlela
Indlel'ofunukuthandwa nyayo
[Verse 8]
Ndibon'isindlela ke
Indlela ofun'ukuthandandwa ngayo
Ndibon'isindlela ke
Indlela ofun'ukuthandandwa ngayo
[Verse 9]
Ndiyabon'akayazi indlela
Indlel'ofunukuthandwa nyayo
Ndiyabon'awuyazi indlela
Indlel'ofunukuthandwa nyayo
[Verse 10]
Ndibon'isindlela ke
Indlela ofun'ukuthandandwa ngayo
Ndibon'isindlela ke
Indlela ofun'ukuthandandwa ngayo
[Outro]
Hayi ndiyabon'akayazi indlela
Indlel'ofunukuthandwa nyayo
Hayi ndiyabon'awuyazi indlela
Indlel'ofunukuthandwa nyayo
Written by: Nathi Mankayi
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...