album cover
Ikamva
1
New Age
Ikamva was released on February 27, 2026 by Platoon as a part of the album ilitye
album cover
Albumilitye
Release DateFebruary 27, 2026
LabelPlatoon
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM72

Credits

PERFORMING ARTISTS
Zu.
Zu.
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Nozuko Mapoma
Nozuko Mapoma
Composer
Lulama Mali
Lulama Mali
Songwriter
Thando Mgqolozana
Thando Mgqolozana
Songwriter
Fundile Dlamini
Fundile Dlamini
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Kamogelo Mogodiri
Kamogelo Mogodiri
Engineer
Robin Kohl
Robin Kohl
Mastering Engineer
Fundile Dlamini
Fundile Dlamini
Engineer

Lyrics

Sphithi phithi uyandibhida
S'futhufuthu yandigqiba
Ngqondo yam iyandishiya
Intliziyo yam iyopha
Stshingitshane uyanditshova
Gama lakho liyandithunuka
Intliziyo yam iyopha
Intliziyo yam iyopha
Ndiyalililela
Ndililel' ikamva
Ikamv' owandithembisa lona
Ndiyalililela
Ndililel' ikamva
ikamv' uwandithembisa lona
Oyena mnt' onetyal' apha ndim
Insisting that you could be my king
Ndizityumbe, ndaziqhatha
Kwaku cac'b uyandihlaza
Kwelihleli and'zo hlala
Ndihlamb izandla
Yoooh!
Oyena mnt' onetyal' apha ndim
Ooooh! Insisting that you could be my king
Ndizityumbe, ndaziqhatha
Kwaku cac'b uyandihlaza
Kwelihleli and'zo hlala
Ndihlamb izandlaaa
Ndiyalililela (Iyoh ndiyalila)
Ndililel' ikamva (hii Ndilel' ikamvaaaaaaa)
ikamv' uwandithembisa lona
Hey! ndilila ndilila
ndilila ndilila (ndilila ndilila)
ndililel ikamva (o. Ikamv' ikamv' owandithembisa lona)
Mna ndiyalililela
Ndililel' ikamva
ikamv' uwandithembisa lona
ndilila ndilila ndilila
Ndilila ndililel ikamva (oh)
Written by: Fundile Dlamini, Lulama Mali, Nozuko Mapoma, Thando Mgqolozana
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...