album cover
Usana
album cover
Usana was released on June 26, 2026 by Platoon as a part of the album Ku Ngawe
June 26, 2026
LabelPlatoon
BPM119
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Music Video

Music Video

Lyrics

[Intro]
Umphefumlo wam ulindile
Moya wona ubambene (Moya wona ubambene)
Izandla zona zikhangezile
Ngilindele ukunyangwa bese
Nami ngike ngilithole ikhefu
[Verse 1]
Nyangani usana
Mmikiseni entabeni
Mmikiseni emanzini
Ng'yangani usana
Ayohlanzeka
Ayohlanzeka
[Verse 2]
Bazali nakani iingane
Bazali nakani iingane
Bazali nakani iingane
Bazali nakani iingane
[Verse 3]
Mntana omncinci uyeva na
Ndiyalazi ixesha
Kudala ligqithile
Ulindele ilizwi
Elizolungisa isilonda seminyaka
[Verse 4]
Uyakhanya sana
Uzobekwa entabeni
Uzophila emanzini
Soze ube wedwa
[Verse 5]
Uhlanjululwe
Uzohlanjululwa
Oh sana
[Outro]
Bazali nakani iingane
Bazali nakani iingane
Bazali nakani iingane
Bazali nakani iingane
Written by: Msaki, Ndumiso Manana, Thandokazi Phanyaphanya, Thato Modika
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...