album cover
Ndiphelele
album cover
Ndiphelele was released on February 14, 2020 by De Mogul SA as a part of the album Lessons
AlbumLessons
February 14, 2020
LabelDe Mogul SA
BPM114
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Lyrics

Ixesha lifikile
Ndiyakuvuma babe
Ababnye bazamile
Kodwa ba bampile
Lendlela ong'phethe ngayo
Bendingafunani
Lendlala ong'bamba ngayo
Is'busiso kimmi
Uthando olungaka
Luyasidibanisa
Uthando olungaka
Uyolitholaphi
Uthando olungaka
Luyasidibanisa
Uthando olungaka
Uyolitholaphi
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Mna, mna
Mna, ndakuthanda mna
Mna, mna, mna
Ndakuthanda na
Mna, mna, mna
Ndakuthanda mna
Mna, mna, mna
Ndakuthanda mna
Abantu banga thetha
Thetha ngantoni na
Bayoze bakhathale
Sizobashiyakhona
Emini naseb'suku
Kuhlala kukhanyile
Andibetha nguvalo
Kuhlala kusile
Uthando olungaka
Luyasidibanisa
Uthando olungaka
Uyolitholaphi
Uthando olungaka
Luyasidibanisa
Uthando olungaka
Uyolitholaphi
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Ndakuthanda mna
Ndakuthanda mna
Ndakuthanda mna
Ndakuthanda mna
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Kuyaphileka
Ndakuthanda mna
Konke kufezeka
Ndakuthanda mna
Ndiziva ndiphelele
Ndakuthanda mna
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Uthando olungaka
Ndiziva ndiphelele
Konke sekuphelele
Uthando olungaka
Ndiziva ndiphelele
Konke sekuphelele
Ndakuthanda mna
Ndakuthanda mna
Ndakuthanda mna
Ndakuthanda mna
Written by: Natalia Mabaso, Tshepo Vincent Rangaka
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...