album cover
Abenam
album cover
00:00
00:15
02:10
00:00
02:34
Past 7 Days
Abenam was discovered most frequently in the first few seconds of the song during the past week

Lyrics

Umjitha pheth' intshiz pheth igun
Umuntu wakhe ebela ebela
Uthixo abenami abenam
Uthixo abenam abenam
Bagqobha ngenkani
Bhekela bhekela
Bamfak eyadin betha iyadi jikela
Uthixo abenam abenam
Uthixo abenam abenam
Exe ma'oza upheth i22 ayilonani
Kuthen ubuza kum asimazi
Sonke sithe cwaka asi rasi
Umntu wakh uthand' umhlaba liplazi
Uyayazi owethu sonke uma azi
She wanna chew me isakazi
Ubephezu komjita udlal ugqaba
Uyamazi umbali lento thatha ivase
Hambo buz' emyango ungenaphi
Kutheni wena awuyazi uselaphi
Uthanda uMr D unguvelaphi
Sonke sizongena ngenkani
Ngoku kunuka irhuluwa
Couple of shots in umjita uzokothula
Yini umjita uzokwethula
Everybody diving in skhangela unolwandle
Solo singaphakathi kukhangelwa unophandla
Umjitha pheth' intshiz pheth igun
Umuntu wakhe ebela ebela
Uthixo abenami abenam
Uthixo abenam abenam
Bagqobha ngenkani
Bhekela bhekela
Bamfak eyadin betha iyadi jikela
Uthixo abenam abenam
Uthixo abenam abenam
Sundibuz ba uphi ndamfihla
Andidlali nani ndidlal iqhinga
She swinging that shit khwel' ujinga
Ngandiubuz ba ngubani ndamzista
Ina ethe uzay'bekaphi
Mob-ties uzay'qhinaphi
Ndingu gimba son wena utshekaphi
You not checking in uzoland'aphi
Umuntu wakh uyazula uyi tourist
Yayidudula igama lakhe nguloliwe
Hayi mizuzu kodwa umjita umenz' imomish
What the fuck
In other words son uliQuza hayi kabi
Imedi yakho sidlala ngayo ibhola (one touch)
Ndimbek epleytin ndimenze i-7 colors
Exe twalatsa
Sibone zihambaphi
Umjitha pheth' intshiz pheth igun
Umuntu wakhe ebela ebela
Uthixo abenami abenam
Uthixo abenam abenam
Bagqobha ngenkani
Bhekela bhekela
Bamfak eyadin betha iyadi jikela
Uthixo abenam abenam
Uthixo abenam abenam
Written by: Mihlali Koyana, Sibulele Mela

Loading...