音乐视频

Vusi Nova - Naninina (Official Audio)
观看 {artistName} 的 {trackName} 音乐视频

精选于

制作

出演艺人
Vusi Nova
Vusi Nova
主唱
作曲和作词
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
词曲作者
VUSUMZI NONGXA
VUSUMZI NONGXA
词曲作者
制作和工程
Robin Walsh
Robin Walsh
其他工程师
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
制作人

歌词

Ndikhumbula amaxhesha akudala Usekhona emhlabeni wena Ndikhumbula immfundiso zakho Ndicela ukubonga mama Kalok utata wasi shiya kudala Ibiyi ntando yakho Bawo Umama wazama ngakho konke emandleni Lade lafika elakhe ixesha Bawo ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam Naninina bawo ndiyaku cela nkosiyam Ndinga danini abazali bam naninina Bawo Ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina Bawo Ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam nanina Bawo Bawo ndiyacela kuwe Oh qhamatha cela undiphe amandla ndibengumnthu wabantu nkosiyam Njengoba ndafundiswa ekhaya ndiyabulela abazali bam Nkonke endikwenzayo imizamoyamu yokubonisa abantu intliziyo zenu Andisakwazi ukuzibamba mna inyembezi uthimandenze njani mmm Bawo? (Bawo ndiyaku cela ndinga abazali bam naninina Bawo) Bawo (ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina Bawo) Bawo! (Ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina Bawo) Hhe bdithi Bawo! (Ndiyaku cela nkosi yam ndiyaku ndinga danisi abazali bam naninina Bawo) Ooh ooh mama nawe tata ndicela ninga xhali ngam Kalok uMa Hadebe uyenzile indima yakhe Lalani ngoxholo uqhatho nilu fezile Umsebenzi wenu niwu gqibile apha emhlabeni Bawo! (Ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam naninina Bawo) Nanina nanina ah! (Ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina) nanini na ooh! Bawo! Ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam nanina Bawo Endithi Bawo! (Ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam nanina Bawo) Naninina naninin na Naninina naninina naninina Naninina Bawo Naninina Bawo
Writer(s): Bongani Mahlaole Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out