積分
演出藝人
Bongeziwe Mabandla
演出者
Tiago Correia-Paulo
合成器
Ross Dorkin
鋼琴
詞曲
Bongeziwe Mabandla
作曲
Tiago Correia-Paulo
作曲
製作與工程團隊
Tiago Correia-Paulo
製作人
歌詞
Bawo noba ndenzeni, ndenzani na
Mna ndizibona ndisengumntana wakho
Kwakhe kwabhideka izinto
Kwamele ndimk' apha
Andazi noba sewandilibala
Mhlambi wawusithi soze uphinde undibone
Kodwa ndihambe imini nezolo
Ukuze ndifike, ndifik' apha kuwe
Ndamka kudala ndabaleka
Ndakheth' ukuphila ngaphandle kwakho
Kodwa emva kweminyaka nenyembezi
Ndimu lona, ndimu lona ome phambi kwakho
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndakhe ndakukhanyela ndisithi mna andikudingi
Emva kwexesha izinto zaqal'ukundixaka
Bendihleli, hleli kabuhlungu
Ndicinga wena maxesha onke
Ndicela wena ukukhangele indlela yokundixolela
Ndamka kudala ndabaleka
Ndakheth' ukuphila ngaphandle kwakho
Kodwa emva kweminyaka nenyembezi
Ndimu lona, ndimu lona ome phambi kwakho
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Ndibuyile
Written by: Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia-Paulo