音樂影片
音樂影片
積分
演出藝人
Bongeziwe Mabandla
演出者
詞曲
Bongeziwe Mabandla
作曲
Tiago Correia Paulo
作曲
製作與工程團隊
Bongeziwe Mabandla
製作人
Tiago Correia Paulo
製作人
歌詞
[Verse 1]
Ekuqaleni, kwakunzima ukuk'xelela
Kodwa emva kwexesha
Ndaqonda mandizincame
Wayingciba yonke
Intliziyo yami
Xawundixelela ukuba nawe uyandithanda
[Verse 2]
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny'umuntu
Ukusukela ngoko
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny'umuntu
Ukusukela ngoko
[Verse 3]
'hlale ndiyicinga
'hlale ndiyicinga
'hlale ndiyicinga
'hlale ndiyicinga
'hlale ndiyicinga
[Verse 4]
Phambi ko'bufike
Ndandingayaz'ukuba ndothini
Ngoba ndandinesidingo
Isidingo sothando
Ndanyangwa nguwe
Mna ndade ndaphila
Ngondibonisa
Ukuba nyani uyandithanda
[Verse 5]
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny'umuntu
Ukusukela ngoko
Zange, zange, zange ndaphinde ndafana
Ndaba ngomuny'umuntu
Ukusukela ngoko
[Verse 6]
'hlale ndiyicinga
'hlale ndiyicinga
'hlale ndiyicinga
'hlale ndiyicinga
'hlale ndiyicinga
Written by: Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia Paulo


