積分

演出藝人
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
演出者
詞曲
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
作曲
Tiago Correia Paulo
Tiago Correia Paulo
作曲
製作與工程團隊
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
製作人
Tiago Correia Paulo
Tiago Correia Paulo
製作人

歌詞

[Verse 1]
Ndosala nobani
Xa ndishiywe nguwe
Xa ndishiywe nguwe
Ndosala nobani
Xa ndishiywe nguwe
Xa ndishiywe nguwe
Ndosala nobani
Xa ndishiywe nguwe
Xa ndishiywe nguwe
[Verse 2]
'Ngabe nguwe lona
Oth'ufuna ukuhamba?
Uyayazukuba andiphili ngaphandle kwakho
Uthi ndenzenjani
Xa konke kuphelile?
Ulithatha iphupha lami
Khawundixelele ndikwenzeni na?
Bendizama ukubonis'uthando lwami
Masinganikezeli emva konke'sidlule kuko
'ntliziyo yami ndayinika wena
[Verse 3]
Ndosala nobani
Xa ndishiywe nguwe?
Xa ndishiywe nguwe
Ndosala nobani
Xa ndishiywe nguwe
Xa ndishiywe nguwe
[Verse 4]
Kutheni undibulala?
Ufun'undibulala
Wen'undibulala
Musa ukundibulala!
Ufun'undibulala
'sukundibulala
Kutheni undibulala?
Ufun'undibulala
Wen'undibulala
Musa ukundibulala
Ufun'undibulala
Sukundibulala
Written by: Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia Paulo
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...