音樂影片
音樂影片
積分
演出藝人
Nkosinathi Mankayi
主唱
詞曲
Bongani Mahlaole
詞曲創作
Ntandokayise Bangani
詞曲創作
Nkosinathi Mankayi
詞曲創作
Gama Mathonsi
編曲
製作與工程團隊
Bongani Mahlaole
製作人
歌詞
[Verse 1]
Uyenza buhlungu inhliziyo yam
Undenza ndizibuz' imibuzo
[Verse 2]
Ngeliny' ixesha s'thandwa sam
Kuba ngathi awubon' uthando lwam
Ngeliny' ixesha s'thandwa sam
Ndibangazama awubon' umzamo wam
Kodwa xa ndingekho phambi' kwakho
Uyayazi kubanjani na
Kuba xa ungekho phambi' kwam
Ndiyayazi kunjani kum
[Verse 3]
Uyenza buhlungu inhliziyo yam
Undenza ndizibuz' imibuzo
Uyenza buhlungu inhliziyo yam
Undenza ndingalal' ebusuku
[Verse 4]
Usakhumbul' uba kukh' izithembiso
Esazenzayo phambi komfundisi nabantu
Kuba wawuthe
Uzakuba nami noma kunjani
Ebuhleni nasebubini
Ndiyamangala xa izabanguwe lo
Ufun'uhamba ufun'uthathi zinto zakh' ugoduke
Ndiyamangala xa izabanguwe lo
Ufun'ugoduka ngenxa yokuba ndingena mali
[Verse 5]
Uyenza buhlungu inhliziyo yam
Undenza ndizibuz' imibuzo
Uyenza buhlungu inhliziyo yam
Undenza ndingalal' ebusuku
Uyenza buhlungu inhliziyo yam
Undenza ndizibuz' imibuzo
Uyenza buhlungu inhliziyo yam
Undenza ndingalal' ebusuku
[Verse 6]
Yeyani, yeyani
Le mibuzo ndinayo ngawe
Yeyani, yeyani na
Kutheni ndizibuza lemibuzo
[Verse 7]
Uyenza buhlungu inhliziyo yam
Undenza ndizibuz' imibuzo
Uyenza buhlungu inhliziyo yam
Undenza ndingalal' ebusuku
Uyenza buhlungu inhliziyo yam
Undenza ndizibuz' imibuzo
Uyenza buhlungu inhliziyo yam
Undenza ndingalal' ebusuku
Written by: Bongani Mahlaole, Nkosinathi Mankayi, Ntandokayise Bangani