歌詞

Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Koluthando ndiboni ngozi Koluthando ndibonintshaba sezilungiswe nguwe zolo Ndenzenjani Koluthando ndiboni ngozi Koluthando ndibonintshaba sezilungiswe nguwe zolo Ndenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Makufiwa nasisifo onke mandla angahluthwa... ngiyazama kodwa ndenzenjan Yiguqule eyamintongo Ifanise naleyakho Susa konke ukuthandabuza.ndenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani ndingezanjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Koluthando ndiboni ngozi Koluthando ndibonintshaba sezilungiswe nguwe zolo Ndenzenjani Koluthando ndiboni ngozi Koluthando ndibonintshaba sezilungiswe nguwe zolo Ndenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani Ndimana ndizi buzukuthi Ndingenzenjani
Writer(s): Bongani Mahlaole, Nkosinathi Mankayi, Amanda Mankayi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out