音樂影片

Ezweni
觀看 {artistName} 的 {trackName} 音樂影片

積分

出演艺人
Nkosinathi Mankayi
Nkosinathi Mankayi
主唱
作曲和作词
Nathi
Nathi
作曲
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
词曲作者
Nkosinathi Mankayi
Nkosinathi Mankayi
词曲作者
制作和工程
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
制作人
Gavin
Gavin
其他工程师

歌詞

Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' intsente Kudala ndibon' izinto Sekulithuba ndiphansi kwelanga Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' instente Kudala ndibon' izinto Amehlo wam alubonil' usizi Nqanda mhlekazi Ubudis' amacango ngoko Kubhidanis' ukuthetha kwabo Ndicel' ukubenza bangavani Kuba ndibona ngonyamelo Kunye nesidubedube Mini nobusuku ujikelezana neendonga Seziyaphuphumala Ubugwaja nobutshijolo Nakwiindawo zemfutho Bahleli ngengcindezelo Nobukrelemnqa Buhlel' ezingqondweni zabo Hayi, andinanto kwenza mna namamenemene Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' intsente Kudala ndibon' izinto Sekulithuba ndiphansi kwelanga Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' instente Kudala ndibon' izinto Amehlo wam alubonil' usizi Zahlekisa ngam zonk' intshaba zam Zazisithi kum "uyakufa nini na Kakad' ungabi sakhunjulwa?" Nakba beze kundivelela Ndyabazi nabo ngokungand'nced' Belapha nje bazoqokelel' indaba zam Bazohamba beyisasaza intlebendwane Uzova besithi "Akasobe abe savuka Asikuko, sekebuthwa njenge nkunkuma" Nditsho neqabane lam selindijikele Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' intsente Kudala ndibon' izinto Sekulithuba ndiphansi kwelanga Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' instente Kudala ndibon' izinto Amehlo wam alubonil' usizi Hayi andizange Hayi andizange Hayi andizange Ndibon' intw' enjena Hayi andizange Hayi andizange Hayi andizange Ndibon' intw' enjena Ngoba... Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcweli' intsente Kudala ndibon' izinto Amehlo wam alubonil' usizi Kudala ndilaph' ezweni Iinyawo zam zide zigcwel' instente Kudala ndibon' izinto Amehlo wam alubonil' usizi
Writer(s): Bongani Mahlaole, Nkosinathi Mankayi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out