Lyrics

Ndizohamba naye ndizohlala naye Okwakho Ngokwam Bazamile yoh ukusohlukanisa Okwakho Ngokwam Ndikhumbula elilanga Ilanga lokuqala Ndisadibana Nawe Wandithembisa ngezulu nomhlaba Wathi Ngingowakho Azange wabubona ubuhl' obungaka Akekho njengawe Ndisuka ndincume xa ndicinga Ngawe ngoba ndongowakho Ndizohamba naye ndizohlala naye Okwakho ngokwam Bazimile yoh ukusohlukanisa Okwakho Ngokwam Ndikhumbul' elilanga Ilanga lokuqala ndisadibana nawe Wandithembisa ngezulu nomhlaba Wathi ndingowakho Azange wabubona ubuhl' obungaka Akekho nje ngam. Ndisuka ndincume xa ndicinga ngawe Ngoba ndingowakho Ndizohamba naye ndizohlala naye Okwakho ngokwam Bazamile yoh ukusohlukanisa Okwakho ngokwam (End
Writer(s): Mojalefa Gilbert Thebe, Bulelwa Mkutukana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out