Lyrics

Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe Nd'zakubamb'egxeni mihla yonke Yokuphila kwami. Ndizokukhuthaza nob'izinto Sezibhek'ecaleni. Umlingani ngowani na xayengasoz' Akupholis'amanxeba, mhmm. Ntombi ndiyabulela zang'indishiy' Enyanyeni, eh eh Ndyakuthembisa ntomb'entle Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe. Ndyakuthembisa ntombe'entle Ndzabalidwala lakho kunaphakade (Umamiya) Ndzakubabonisa mamiya Ngob'abaninzi bathi ndidlala Ngawe  Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe Kawubamb'isandla sam ubayeke Abanezothe. Ngoba, ndithembele kuwe ntombazane ngakho konke. Ndingenza nantoni ndingavuma Nangoku ngako konke. Soze ndikuyeke mama nangoku. Ndyakuthembisa ntomb'entle Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe Ndyakuthembisa ntombe'entle Ndzabalidwala lakho kunaphakade (Umamiya) Ndzakubabonisa mamiya Ngob'abaninzi bathi ndidlala Ngawe Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe
Writer(s): Unknown Writer, Ntandokayise Monwabisi Bangani Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out