Listen to Nono by Ntando

Nono

Ntando

Traditional Pop

160,446 Shazams

Lyrics

U nono ngowami Buleli nchazo yenu Mama no tata wami abazali bami Mama, u nono ngowami Buleli nchazo yenu mama notata wam abazali bam Hhaa asambe nono siyolala siyolala embhedeni Ndinombono Hhaa asambe nono siyolala siyolala embhedeni Ndinombono Kuzawuphel'icesha mina nawe sithandana (Siyolal siyolal'embhedeni) Ngamany amagama nditi zofa s'lahlane Sozesihlukane uthando lwethu ntombi lucine njengosamende (Siyolal siyolal embhedeni) Kuyalunga ngalendaba yenkomo omalume bami baza nazo (Siyolal siyolal embhedeni) Eyhii kuyalunga ngalendaba yelobolo bobekwini bam bebafuni nkomo (Siyolal siyolale'mbhedeni) Uhh masambe nono Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden Ndinobono Ndinobono Kuzawupheli cesha mna nawe sithandana Ngamnye amagama ndithi zofa s'lahlane soze sihlukane Uthando lwethu ntomi lucine njengosamende Iyoo ha masambe nono siyolala siyolal'embhedeni Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden Ndinobono Ndinobono Ngamanye amagama ndithi sofa s'lahlene Uthando lwenthu ntombi lucine njengosamende
Writer(s): Bongani Mahlaole, Ntandokayise Monwabisi Bangani Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out