Lyrics

Imincile ndinayo Ngalomzuzu ndibhala lencwadi Incwadi yothando Ngamafutshane I.L.O.V.E.U Ndithe ndihlale phantsi Ndibhale lengcwadi Ndivul' isifuba sam Ngalendlel' ondenza ndi-feel-e ngayo Umfanekiso bendinawo, ngothando Awu oh s'thandwa nguwe lo Hayi ndiyaz'fela ngawe babe Uyayazi nawe Imincile ndinayo Ngalomzuzu ndibhala lencwadi Incwadi yothando Ngamafutshane I.L.O.V.E.U Imincile ndinayo Ngalomzuzu ndibhala lencwadi Incwadi yothando Ngamafutshane I.L.O.V.E.U Ndiyathemba xa ufika ek'qhibeleni 'Yawuphinde futhi uqal' ek'qaleni Akhont' ibingako 'Nto nje, bendifun' ukungcumisa, mutsisa Ndiyathemba xa ufika ek'qhibeleni 'Yawuphinde futhi uqal' ek'qaleni Akhont' ibingako 'Nto nje, bendifun' ukungcumisa, mutsisa Imincile ndinayo Ngalomzuzu ndibhala lencwadi Incwadi yothando Ngamafutshane I.L.O.V.E.U Imincile ndinayo Ngalomzuzu ndibhala lencwadi Incwadi yothando Ngamafutshane I.L.O.V.E.U S'thandwa, bamba nasisandla sam Ungakhali, ungawabhanka lamagama S'thandwa, bamba nasisandla sam Ungakhali, ungawabhanka lamagama Imincile ndinayo Ngalomzuzu ndibhala lencwadi Incwadi yothando Ngamafutshane I.L.O.V.E.U Imincile ndinayo Ngalomzuzu ndibhala lencwadi Incwadi yothando Ngamafutshane I.L.O.V.E.U
Writer(s): Novalis Gans-lartey Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out