Lyrics

Bayayazi ungubani Ungu number 1 wam Andiva nova kuzani Baby bayayazi ungubani Ungu number 1 wam Andiva nova kuzani Mabeshukumisa imilomo Andibeva bathini na Ndizivalil'indlebe zam Yeka bashukumise imilomo Andibeva bathini na Uthando luzivalil'indlebe zam Bayakwenyelisa Bayakungcolisa Ndival'indlebe zam Andibeva bathini na Bayakwenyelisa Bayakungcolisa Ndival'indlebe zam Andibeva bathini na Bayayazi ungubani Ungu number 1 wam Andiva noba kuzani Baby bayayazi ungubani Ungu number 1 wam Andiva nova kuzani Mabeshukumisa imilomo Andibeva bathini na Uthando luzivalil'indlebe zam Mabashukumise imilomo Andibeva bathini na Uthando luzivalil'indlebe zam Baby bayeke Mhlawumbi abenzi ngamabom Abazazi ba benzani Baby bayeke Mhlawumbi abenzi ngamabom Abazazi ba benzani Thatha nay imali ndikunike Uzuthenge igobondela darly uzundidlise Ndifuna ichommy zam zindidike Kungcono bandishiye Thatha nay imali ndikunike Uzuthenge igobondela darly uzundidlise Ndifuna ichommy zam zindidike Kungcono bandishiye Intliziyo yam yonke Ifuna wena wedwa Mayibe nguwe wedwa Entliziyweni yam Intliziyo yam yonke Ifuna wena wedwa Mayibe nguwe wedwa Entliziyweni yam Bayayazi ungubani Ungu number 1 wam Andiva nova kuzani Baby bayayazi ungubani Ungu number 1 wam Andiva nova kuzani
Writer(s): Lesedi Molefe, Nkosinathi Mankayi, Surprise Ndimande Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out