Lyrics

Ingab' uphi westhandwa sam Kuyaband' aph' ekhaya 'Zobuya nin, oh dali wam Mh, ndyagodola Okoko wemk' aph' ekhaya Eli khay' ayiselo khaya Kumnyama lonk' ixesha Mh ndyagodola Andisakwazi nokulala Kuyaband ubuthong' abukho Ilanga selanditshonela Mh ndyagodola
Writer(s): Madlingozi Ringo, Vic Masondo Sibusiso Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out