Music Video

zahara, georgy incwadencane lyrics
Watch {trackName} music video by {artistName}

Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Zahara
Zahara
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Bulelwa Mkutukana
Bulelwa Mkutukana
Composer

Lyrics

Ngeny'imini ndathi ndivuka Ndabona incwadi encane Ndabona ayiveli kumama lena Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam Ndaqhubeka mna ndafunda Ndifund'incwadi encane Ithi andazi ndobuya nini na Ndisathath'uhambo lwam Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ngeny'imini ndathi ndivuka Ndadibana ne incwadi encane Ndabona ayiveli kumama lena Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam Ndaqhubeka mna ndafunda Ndifund'incwadi encane Ithi andazi ndobuya nini na Ndisathath'uhambo lwami Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndavhunza ndavhunza Ndavhunza akaendepiko Hona mudiwa wangu Mudiwa wangu wepamoyo Dzoka zvaaaako akaende piko Moyo wangu unorwadza ndikakufunga Misodzi yobuda Hoo na yobuda Mudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurinda Ndati dzoka zvaaaaako Ndizokhangela phi na? (dzoka zvaaaako akaende piko) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (hona mudiwa wangu) Ndizobuza kubanina? (Ndavhunza ndavhunza) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mudiwa, mudiwa wangu) Ndizokhangela phi na? (Dzoka zvaaaako akaende piko) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina? (Ndavhunza ndavhunza) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubani na? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubani na? (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam
Writer(s): Bulelwa Mkutukana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out