Letra

Ho halalele lalahaho Holo wewe hahahoho Nanku'uyahamba Mnqandeni Ushiy'abantwana Ngasemva Engabhungisanga Bath'ushiywa zingqondo Angekhe Nank'ethwelimigodlo Mnqanden'uyahamba Exwes'amathafa Mnqanden'uyahamba Amanqin'endlovu Mnqanden'uyahamba Ehambela phezulu Mnqanden'uyahamba Bayakhala bathi Mnqanden'uyahamba Bayakhala bathi Mnqanden'uyahamba Ho bayakhala bathi Mnqanden'uyahamba Ho bayakhala bathi Mnqanden'uyahamba Ho bafazi balelani Niyambona na? Nimjongil'uNosekeni? Ho nank'uyahamba Ho uyahamba Ho isijwili sika Nosekeni Uthi ho ndiyawushiya lomzi Ngob'iyand'betha le ndoda Ndizofel'emanyaleni Iyandimbokra le ndoda Ndiyekeni Ndizofel'emanyaleni Bath'oomamazala Mnqanden'uyahamba Ho nyamezela Mnqanden'uyahamba Ngob'ingcwaba lentombi Mnqanden'uyahamba Lisemzini wayo hoho Mnqanden'uyahamba Iyambetha lendoda athinina Mnqanden'uyahamba Iyambokra lendoda athinina Mnqanden'uyahamba Ho myeken'ahambe Myeken'ahambe Ho mkhululen'ahambe Mkhululen'ahambe Ayinamapatho lendoda Myeken'ahambe Ayinampatho lendoda Mkhululen'ahambe myekeni Hoo myeken'ahambe Myeken'ahambe Ho myeken'ahambe Mkhululen'ahambe Nankwethwel'iimpahla Uyahamba Myeken'ahambe Nankwebelekabantwana Uyahamba Mkhululen'ahambe Hola weweweyo myekeni Myeken'ahambe Hola wewewelolo Mkhululen'ahambe Oh igwala lendoda Myeken'ahambe Ibeth'umfazi Mkhululen'ahambe Ibhul'umfazi lendoda Myeken'ahambe Ziintloni le ndoda Mkhululen'ahambe Yoyiswa le ndoda Myeken'ahambe Mkhululen'ahambe Myeken'ahambe
Writer(s): Dumisani Maswana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out