Music Video
Credits
PERFORMING ARTISTS
Kurt Darren
Performer
Soweto Gospel Choir
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Brenda Fassie
Songwriter
Sello Twala
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Murray Lubbe
Producer
Lyrics
Vul' indlela weMaMgobhozi
He, unyana wam
Helele, uyashada namhlanje
Vul' indlela weMaNyauza
'Suba nomona
Nyana wami utchadil'
Bengingazi ng'yombon' umakoti
Unyana wam, eh ujongile this time
MaRadebe khup' ezoz'specs
Uze emshadweni, nd'yatshadisa namhlanje
Bebesithi unyana wam lisoka
Bebesithi angeke ashade, vul' indlela
Vul' indlela weMaMgobhozi
Vul' indlela, yeka lomona
Vul' indlela weMaMgobhozi
Vul' indlela, yeka lomona
Vul' indlela weMaMgobhozi
Vul' indlela, yeka lomona
Vul' indlela weMaMgobhozi
Vul' indlela, yeka lomona
Ha, wena MaNgobese
Hey' unomona
Ngoba awunanyana
Unentombizodwa, ayoyoyo
MaNgobese wen' unomona
Ngoba awunanyana
Unyana lo, ungowami
Bengingazi ng'yombon' umakoti
Unyana wam, eh ujongile this time
MaRadebe khup' ezoz'specs
Uze emshadweni, nd'yatshadisa namhlanje
Bebesithi unyana wam' lisoka
Bebesithi angeke ashade, vul' indlela
Vul'indlela weMaMgobhozi
Vul'indlela, yeka lomona
Vul'indlela weMaMgobhozi
Vul'indlela, yeka lomona
Vul'indlela weMaMgobhozi
Vul'indlela, yeka lomona
Vul'indlela weMaMgobhozi
Vul'indlela, yeka lomona
Vul'indlela weMaMgobhozi
Vul'indlela, yeka lomona
Vul'indlela weMaMgobhozi
Vul'indlela, yeka lomona
Vul'indlela weMaMgobhozi
Vul'indlela, yeka lomona
Vul'indlela weMaMgobhozi
Vul'indlela, yeka lomona
Writer(s): Sello Twala
Lyrics powered by www.musixmatch.com