album cover
Ndikhokhele
album cover
Ndikhokhele was released on September 29, 2020 by 987667 Records DK2 as a part of the album Being Heard
September 29, 2020
Label987667 Records DK2
LanguageEnglish
BPM84
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Lyrics

Abantu baninzi bonke bayathetha
Wonke umntu wazi ngcono
Yenza le
Yenza leya
Kodwa mna ndiyolandela wena
Kuyoze kuyotshon' ilanga ndilandela wena
Kuyoze kuyotshon' ilanga ndilandela wena
Ntliziyo ndikhokhele
Indlel'inde ndinga wena
Ntliziyo ndikhokhele
Indlel'inde ndinga wena
Izinto zininzi zonke zifuna mna
Wonke omnye umntu uthi khetha
Khetha le
Khetha leya
Kodwa mna ndiyolandela wena
Kuyoze kuyotshon' ilanga ndilandela wena
Kuyoze kuyotshon' ilanga ndilandela wena
Ntliziyo ndikhokhele
Indlel'inde ndinga wena
Ntliziyo ndikhokhele
Indlel'inde ndinga wena
Indlel' inde (wena ntliziyo)
Indlel' inde (wena ntliziyo)
Wena ntliziyo
Wena ntliziyo
Wena ntliziyo
Wena ntliziyo
Wena ntliziyo
Wena ntliziyo
Wena ntliziyo
Wena ntliziyo
Wena ntliziyo
Written by: Aviwe Panya, Bulela Ngodwane
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...