album cover
Umbuzo
album cover
Umbuzo was released on December 8, 2022 by 987667 Records DK2 as a part of the album Umbuzo - Single
December 8, 2022
Label987667 Records DK2
LanguageEnglish
BPM
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Lyrics

Kuyintoni ukwaliwa lento de nik'bulalele kangaka?

Uyotshona phi umfazi ngoba nakwaliwa niyabulala?

Kuyintoni ukwaliwa (kuyintoni ukwaliwa) lento de nik'bulalele kangaka? (de nibulale kangaka)

Uyotshona phi umfazi (uyotshona phi umfazi) ngoba nakwaliwa niyabulala? (nakwaliwa niyabulala)

Umntu ayingowakho ude uthathe isigqibo ngobomi bakhe
Ayingowakho sude uthathe isigqibo ngobomi bakhe

Yeyeye wena mama
Uzophelela phi phelela phi yoyoyo yena usisi
Uzophelela phi phelela phi yeyeye unontombi
Uzophelela phi phelela phi yeyeye yenu ugogo
Kuyintoni ukwaliwa (kuyintoni ukwaliwa) lento de nik'bulalele kangaka? (de nibulale kangaka)
Kuyintoni ukwaliwa (kuyintoni ukwaliwa) lento de nik'bulalele kangaka? (de nibulale kangaka)
Uyotshona phi umfazi (uyotshona phi umfazi) ngoba nakwaliwa niyabulala? (nakwaliwa niyabulala)
Nithi uyotshona phi umfazi (uyotshona phi umfazi) ngoba nakwaliwa niyabulala? (nakwaliwa niyabulala)
Kuyintoni ukwaliwa (kuyintoni ukwaliwa) lento de nik'bulalele kangaka? (de nibulale kangaka)
Kuyintoni ukwaliwa (kuyintoni ukwaliwa) lento de nik'bulalele kangaka? (de nibulale kangaka)
Uyotshona phi umfazi (uyotshona phi umfazi) ngoba nakwaliwa niyabulala? (nakwaliwa niyabulala)
Uyotshona phi umfazi (uyotshona phi umfazi) ngoba nakwaliwa niyabulala? (nakwaliwa niyabulala)
Yeye
Phelela phi phelela phi yoyoyo
Bazophelela phi phelela phi yeyeye
Bazophelela phi phelela phi yeyeye
Yoyoyo ayo ayo
Yoyoyo ayo ayo
Written by: Aviwe Panya, Bulela Ngodwane, Luthando Feni
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...