album cover
Mama
album cover
Mama was released on September 29, 2020 by 987667 Records DK2 as a part of the album Being Heard
September 29, 2020
Label987667 Records DK2
LanguageEnglish
BPM81
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Lyrics

Kudala kubhalwa iincwadi ngothando
Lufunwa phantsi phezulu ngabangalaziyo
Mhla ndimbuza umama wam ngoluthando
Wath' ukhangela njani lungaphakathi kuwe
Wathi zithande uthande nobawo
Ngoba lonke olunye luzakulandela
Wathi hlala ukhumbul'unexabiso futhi kubo bonke ndohlala ndikuxhasa
Uyeye
Mama, mama, iye mama
Iyo mama
Ndiyabulela (Yeye)
Mama, mama, iye mama
Iyo mama
Ndiyabulela ngothando olungaka
Imbali yobomi bakhe ayilula
Inamahla ndenyuka yona inobunzima
Mhla ndimbuza umama wam ngale mbali
Wathi uThixo esandivusa nam ndohlala ndincuma
Amandla akhe angummangaliso
Ayandomeleza ayandikhuthaza
Ntliziyo yakhe yona izele lithemba lokuthi Ngeny'imini ndohlala ndikuxhasa
Iyeye
Mama, mama, iye mama
Iyo mama
Ndiyabulela (Yeye)
Mama, mama, iye mama
Iyo mama
Ndiyabulela ngothando olungaka
Yeye ye eya eh
Yeye ye eya eh
Ndiyabulela, mama, ndiyabulela
Ndiyabulela, mama, ndiyabulela
Bulela bulela bulela bulela bulela bulela
Ndiyabulela bulela bulela bulela
Eyi
Mama
Mama
Written by: Aviwe Panya, Bulela Ngodwane
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...