制作
出演艺人
Ringo
表演者
作曲和作词
Ringo
作曲
制作和工程
Ringo
制作人
歌词
Buyisa uthando lwam, dali
Buyisa khawuleza
Aw ntombazana (Amehlo akho)
Oh (Asandibulala, nguwe wedwa)
Buyisa uthando lwakho, dali buyisa
Khawuleza
Awu ntombazana (Uncumo lwakho)
Ncumo lwakho (Lusandibulala)
Kunjalo (Nguwe wedwa)
Ngoba sendiphi na
Noba ndenza ntoni na
Ngoba sekutheni na
Ewe, ndibona wena wedwa
Ngoba sendiphi na
Noba ndenza ntoni na
Ngoba sekutheni na
Ewe, ndibona wena wedwa
Buyisa
Buyis' uthando lwam', dali, buyisa
Khawuleza
Ntombazana (Amehlo akho)
Mehlo akho (Asandibulala)
Kunjalo (Nguwe wedwa)
Buyis' uthando lwakho, dali, buyisa
Khawuleza
Awu, ntombazana (Uncumo lwakho)
Ncumo lwakho (Lusandibulala)
Oh (Nguwe wedwa)
Noba ixesh'elide kangakanani na
Akuna msebenzi, akuna msebenzi
Noba bangathini na
Ewe, ngithanda wena wedwa
Noba ixesh'elide kangakanani na
Noba bangathini na
Akuna msebenzi, ayi, akuna msebenzi
Ndibona wena wedwa
Buyis' uthando lwam', dali, buyisa
Khawuleza
Buyis' uthando lwakho, dali, buyisa
Khawuleza
Amehlo akho (Mehlo akho)
Asandibulala (Awu, kunjalo)
Nguwe wedwa (Buyisa)
Buyis' uthando lwam', dali, buyisa
Khawuleza (Khawuleza)
Buyis' uthando lwakho, dali, buyisa
Khawuleza (Khawuleza)
Awu, ntombazana (Uncumo lwakho)
Ncumo lwakho (Lusandibulala)
Oh (Nguwe wedwa)
Dali wami
Sithandwa sam'
Dali wami
Sithandwa sam'
Oh yoh, oh yoh, yoh
Mhhh woh, mhhh yoh
Nguwe wedwa
Dali wami
Sithandwa sam'
Dali wami
Dali wami
Sithandwa sam'
Dali wami
Written by: Ringo Madlingozi

