Music Video

Mkhuluwa
Watch {trackName} music video by {artistName}

Credits

PERFORMING ARTISTS
The Soil
The Soil
Performer
Luphindo Ngxanga
Luphindo Ngxanga
Vocals
Buhlebendalo Mda
Buhlebendalo Mda
Vocals
Fana Ntsika Ngxanga
Fana Ntsika Ngxanga
Vocals
Theo Matshoba
Theo Matshoba
Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Buhlebendalo Mda
Buhlebendalo Mda
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Luphindo Ngxanga
Luphindo Ngxanga
Producer
Buhlebendalo Mda
Buhlebendalo Mda
Producer
Fana Ntsika Ngxanga
Fana Ntsika Ngxanga
Producer

Lyrics

We mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEE, HEEEEE, HEEEEE) We mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEE, HEEEEE, HEEEEE) (Ntsika) We mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEE, HEEEEE, HEEEEE) We mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEE, HEEEEE, HEEEEE) (Luphindo) We mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEE, HEEEEE, HEEEEE) We mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEE, HEEEEE, HEEEEE) We mkhuluwa ndiyeke phela Ngoba mna ndiya hamba andi hlali Hamba andi hlali Ndithi we mkhuluwa ndiyeke phela Ngoba mna ndiya hamba andi hlali Hamba andi hlali We mkhuluwa ndowfel' ekhaya Ngoba mna ndiyamba andi hlali Hamba andi hlali We mkhuluwa ndowfel' ekhayaaa Ngoba mna ndiyamba and hlali Hamba andi hlali Bendi bhalela wena Incwadi yokuth' ubuy' ekhaya Kodwa andiyithol' impendulo Ndi thyalela wena Umnxeba wokuth' ubuy' ekhaaya Kodwa andiyithol' impendulo Bendi bhalela wena Incwadi yokuth' ubuy' ekhaya Kodwa andiyithol' impendulo Awu ndi khathaleli Awu ndi thandi Awu ndi phathi kakuhle Awu ndi naki Awu ndi, awu ndi khathaleli Awu ndi thandi Awu ndi phathi kakuhle Awu ndi naki Awu ndi... Awu ndi... Ayikho le ndaba Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya Ayikho le ndaba Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala Awu ndi... Ayikho le ndaba Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya Ayikho le ndaba Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala Awu ndi... Ayikho le ndaba Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya Ayikho le ndaba Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala Ayikho le ndaba Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya Ayikho le ndaba Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala Ayikho le ndaba Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya Ayikho le ndaba Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala Ayikho le ndaba Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya Ayikho le ndaba Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala Ayikho le ndaba Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya Ayikho le ndaba Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala Ayikho le ndaba Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya Ayikho le ndaba Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala Ayikho le ndaba Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya Ayikho le ndaba Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala Ayikho le ndaba Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya Ayikho le ndaba Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala Ayikho le ndaba Kanti ndiya hamba ndi buyel' ekhaya Ayikho le ndaba Ndihleli ku le ndlu ndiyafa yi ndlala
Writer(s): Ntsika Fana Ngxanga, Buhle Getrude Mda, Luphindo Ngxanga Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out